Matches in SemOpenAlex for { <https://semopenalex.org/work/W4200356211> ?p ?o ?g. }
Showing items 1 to 54 of
54
with 100 items per page.
- W4200356211 endingPage "277" @default.
- W4200356211 startingPage "270" @default.
- W4200356211 abstract "Isifanekisozwi sisigaba sentetho esidume ngokuwuzoba ucace gca umfanekisongqondweni waloo nto kubhekiswa kuyo. Songa intetho sikwayinonga kananjalo. Sithi zifaneleke ncam kuncwadi lwabantwana, nanjengoko ludinga ukuba umbhali, osenokuba ngumguqulelimbhali, angapheleli nje ekuyicaciseni loo nto athetha ngayo, koko ayizobe ngendlela yokuba umntwana akwazi ukusebenzisa izivo ezihlanu ezingundoqo ukuze ayiqonde ngcono. Umlesi kufuneka ayinukise, ayive, ayingcamle, ayiphathe ekwayibona ncam ngeliso lengqondo loo nto izotywayo. Isifanekisozwi sisixhobo esiphambili ekufezekiseni oku. Xa sele luguqulelwa lusiwa esiXhoseni olu ncwadi lwabantwana, izifanekisozwi zithi zisebenze njengenye yeendlela zokuguqulela. Iingcali zoncwadi lwabantwana ziyakungqina ukubaluleka kwezifanekisozwi kuncwadi lwabantwana. Yaye iithiyori ezikhankasela uguqulelo oluza nentetho esulungeke ngathi yeyoqobo kulwimi ekusiwa kulo ziyayikhuthaza into yokuba umguqulelimbhali azisebenzise kangangoko izixhobo eziya kuthi ziphumeze le njongo yezi thiyori. Ithiyori yeSikoposi yenye yezo thiyori. Eli nqaku lijonge ukuphuhlisa ukubaluleka kwezifanekisozwi ekugqamiseni ubuncwane boncwadi lwabantwana oluguqulelwe lwasiwa esiXhoseni. Iincwadi zabantwana eziguqulelwe zisuswa esiNgesini zisisiwa esiXhoseni, ezileselwe ukulungiselela eli nqaku, zibonakalise ukuba izifanekisozwi azipheleli nje ekugqamiseni umfanekiso ozotywa ngumbhali ongumguqulelimbhali, koko zikwacutha nenani lamagama asetyenziswa ekudluliseni umyalezo othile. Izifanekisozwi zikhulisa nesigama ebantwaneni. Ziphinde ziyenze intetho eguqulelweyo ifaneleke ncam njengentetho esulungekileyo kulwimi lwesiXhosa, nanjengoko zisetyenziswa kakhulu nakuncwadi gabalala." @default.
- W4200356211 created "2021-12-31" @default.
- W4200356211 creator A5078324352 @default.
- W4200356211 date "2021-09-02" @default.
- W4200356211 modified "2023-09-27" @default.
- W4200356211 title "Izifanekisozwi njengesikrweqe esibalulekileyo kuncwadi lwabantwana oluguqulelwe lwasiwa esiXhoseni" @default.
- W4200356211 cites W1573627288 @default.
- W4200356211 cites W1879414749 @default.
- W4200356211 cites W1903925137 @default.
- W4200356211 cites W1982591223 @default.
- W4200356211 cites W2082826098 @default.
- W4200356211 cites W2088587784 @default.
- W4200356211 cites W2108844868 @default.
- W4200356211 cites W2114623430 @default.
- W4200356211 cites W2125248815 @default.
- W4200356211 cites W2468742113 @default.
- W4200356211 cites W2781042521 @default.
- W4200356211 cites W4234619467 @default.
- W4200356211 cites W4238795315 @default.
- W4200356211 cites W4249171383 @default.
- W4200356211 doi "https://doi.org/10.1080/02572117.2021.2010919" @default.
- W4200356211 hasPublicationYear "2021" @default.
- W4200356211 type Work @default.
- W4200356211 citedByCount "0" @default.
- W4200356211 crossrefType "journal-article" @default.
- W4200356211 hasAuthorship W4200356211A5078324352 @default.
- W4200356211 hasConcept C125453309 @default.
- W4200356211 hasConcept C164126121 @default.
- W4200356211 hasConcept C60644358 @default.
- W4200356211 hasConcept C86803240 @default.
- W4200356211 hasConceptScore W4200356211C125453309 @default.
- W4200356211 hasConceptScore W4200356211C164126121 @default.
- W4200356211 hasConceptScore W4200356211C60644358 @default.
- W4200356211 hasConceptScore W4200356211C86803240 @default.
- W4200356211 hasIssue "3" @default.
- W4200356211 hasLocation W42003562111 @default.
- W4200356211 hasOpenAccess W4200356211 @default.
- W4200356211 hasPrimaryLocation W42003562111 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2087661061 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2183840603 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2312562115 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2368844059 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W3014826520 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W3194997149 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W4301163066 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W807934831 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2064715434 @default.
- W4200356211 hasRelatedWork W2182876014 @default.
- W4200356211 hasVolume "41" @default.
- W4200356211 isParatext "false" @default.
- W4200356211 isRetracted "false" @default.
- W4200356211 workType "article" @default.